Funda ukufunda Inqanaba 1 (isiXhosa) 3: UTippie noFundi bayadanisa (Funda Ukufunda)

by José Palmer, Noluthando Mngxekeza, and Reinette Lombard

Zinelda McDonald (Illustrator)

0 ratings • 0 reviews • 0 shelved
Book cover for Funda ukufunda Inqanaba 1 (isiXhosa) 3: UTippie noFundi bayadanisa

Bookhype may earn a small commission from qualifying purchases. Full disclosure.

Funda ukufunda kulula kakhulu kunye noTippie indlovu.

Ibali ngalinye lingumahluko, linika umdla kwaye umbhalo usoloko uncediswa yimiboniso enemibala eqaqambileyo encedisa ukuqonda. Amava kaTippie ale mihla ehambo zalonwabo kwincwadi nganye kube kugxile ekukhuliseni ingqiqo yomntwana. Ezi ncwadi zokufunda zenziwe ngokulandelelana zigxile ukukhulisa isandi, zidibanisa izandi nonobumba zikwakha impumelelo nokuzithemba ekufundeni iincwadi zokuqala ezilishumi ziluthotho ziqwalasela izikhamiso ezifutshane, amaqabane alula, ukudibanisa amagama kunye namagama ajongisiswayo.

Learning to read isiXhosa is super easy with Tippie the elephant.

Each story is unique, interesting and the text is always supported by colourful, engaging illustrations that will aid comprehension. Tippie experiences modern day adventures in each book whilst staying true to typical child development. These sequential reading books were designed with a focus on sound development, linking sounds and letters as well as building success and selfconfidence in reading.
  • ISBN10 063960482X
  • ISBN13 9780639604824
  • Publish Date 23 November 2021
  • Publish Status Active
  • Publish Country ZA
  • Imprint LAPA Publishers
  • Format Paperback
  • Pages 24
  • Language xho